Inguqulelo ka position in isiXhosa

position

indawo

Ubizo-magama /puh-zish-uhn/

isibizoPlural positions

  • 1

    indawo
    This is a good position for the stove Le yindawo efanelekileyo yokubeka isitovu
  • 2

    imeko
    His position is difficult; his wife fights with his mother Inzima imeko yakhe; umkakhe ulwa nonina
  • 3

    umsebenzi
    ukubeka
    isikhundla
    isithuba
    He applied for the position of principal Ufake isicelo somsebenzi wobunqununu

isenzi

  • 1

    -beka
    I positioned the stove near the window Ndisibeke ngasefestileni isitovu