Inguqulelo ka president in isiXhosa

president

umongameli

Ubizo-magama /prez-i-duhnt/

isibizoPlural presidents

  • 1

    umongameli
    upresidenti ngokungekho sikweni
    Nelson Mandela became the president of South Africa in 1994 UNelson Mandela waba ngumongameli waseMzantsi Afrika ngowe-1994
  • 2

    umongameli
    uprezidenti ngokungekho sikweni
    Jabulani is president of the Traders' Association UJabulani nguprezidenti woMbutho wabaRhwebi

Usetyenziso

When 'president' is used as a title, it takes a capital letter: 'Speak to President Obama'.