Inguqulelo ka print in isiXhosa

print

-shicelela

Ubizo-magama /print/

isenziprinted, printing

  • 1

    -shicelela
    -printa ngokungekho sikweni
    The newspaper is printed in Cape Town Iphephandaba lishicelelwa eKapa
  • 2

    -bhala ngokungadibanisi
    -bhala ngoonobumba abangadityaniswanga
    -printa ngokungekho sikweni
    Print your name clearly Bhala igama lakho ngokucacileyo ngoonobumba abangadityaniswanga