Inguqulelo ka program in isiXhosa

program

inkqubo

Ubizo-magama /proh-gram/

isibizoPlural programs

  • 1

    inkqubo
    Please show me how to install this computer program Nceda undibonise ukuba ifakelwa njani le nkqubo yekhompyutha

Usetyenziso

Don't confuse 'program' with 'programme'.

isenzi

  • 1

    -lungisa
    He can program the computer to switch off at twelve o'clock Angayilungisa ikhompyutha ukuba izicime ngentsimbi ye-12 entloko