Inguqulelo ka puzzle in isiXhosa

puzzle

iphazili

Ubizo-magama /puz-uhl/

isibizoPlural puzzles

  • 1

    iphazili
    iqhina
    inkohla
    Many children enjoy working with puzzles Abantwana abaninzi bayathanda ukudlala ngeephazili
  • 2

    isimanga
    ingxaki
    intsumantsumane
    inkohla
    I don't know why she ran away; it's a puzzle Andiyazi ukuba kutheni ebalekile nje; sisimanga

isenzi

  • 1

    -xaka
    This maths problem really puzzles me Le ngxaki yezibalo iyandixaka ngenene