Inguqulelo ka raise in isiXhosa

raise

-phakamisa

Ubizo-magama /rayz/

isenziraised, raising

  • 1

    -phakamisa
    -nyusa
    Can you raise your arm? Ungayiphakamisa ingalo yakho?
    → Synonym of lift
  • 2

    -nyusa
    She raised my salary Wawunyusa umvuzo wam
    → Synonym of increase
  • 3

    -nyusa
    -qokelela
    The singers are raising money for the church Iimvumi zinyusa imali yasenkonzweni
  • 4

    -khulisa
    My mother raised four children Umama wam wakhulisa abantwana abane
  • 5

    -fuya
    We raise pigs and sheep on the farm Sifuye iihagu neegusha efama