Inguqulelo ka react in isiXhosa

react

-amkela

Ubizo-magama /ree-akt/

isenzireacted, reacting

  • 1

    -amkela
    -phendula
    I told Lee the news, and he reacted with surprise Ndamxelela uLee ezo ndaba, wazamkela ngokothuka
  • 2

    ikhemistri
    -dibana
    • (used about a chemical substance) to change after coming into contact with another substance. For example, rust forms when iron reacts with oxygen and water
    • (isetyenziselwa into eyikhemikhali) ukutshintsha emva kokudibana nenye into. Umzekelo, umhlwa uyenzeka xa iayoni idibana neoksijini kunye namanzi