Inguqulelo ka ready in isiXhosa

ready

-lungele

Ubizo-magama /red-ee/

isiphawulireadier, readiest

  • 1

    -lungele
    People who are ready to go, move to the bus Abantu abakulungeleyo ukuhamba, mabaye ebhasini
    The children are ready to go Bakulungele abantwana ukuhamba
  • 2

    -lungile
    Is dinner ready? Ngaba ukutya kulungile?