Inguqulelo ka reflect in isiXhosa

reflect

-bonakalisa

Ubizo-magama /ri-flekt/

isenzireflected, reflecting

  • 1

    -bonakalisa
    -veza
    -bonisa
    The mirror reflects Lindiwe's face Isipili sibonakalisa ubuso bukaLindiwe
  • 2

    (light)
    -buyisa
    -buyisela
    A shiny metal roof reflects sunlight Uphahla olukhazimlayo lwesinyithi lubuyisa ukukhanya
  • 3

    (heat or sound)
    -phindisa
    The wall reflected the sun's heat Udonga lwabuphindisa ubushushu belanga
  • 4

    -bonisa
    -bonakalisa
    -zoba
    Your good figure reflects your healthy diet Isiqu sakho esihle sibonisa ukutya kwakho okunempilo