Inguqulelo ka requirement in isiXhosa

requirement

imfuno

isibizo

  • 1

    imfuno
    These are my requirements for school: a calculator, a pen, and new shoes Ezi zimfuno zam zesikolo: ikhaltyhuleyitha, usiba nezihlangu ezitsha