Inguqulelo ka rhyme in isiXhosa

rhyme

imvano-siphelo

Ubizo-magama /rime/

isibizoPlural rhymes

uncwadi

  • 1

    imvano-siphelo
    Notice the rhyme in "night", "kite" and "light" EsiXhoseni u"lam" unemvano-siphelo efanayo no"yam" kunye no"sam"

isenzi

  • 1

    -ba nemvano-siphelo
    The words "house" and "mouse" rhyme Amagama esiNgesi u"house" no"mouse" anemvano-siphelo