Inguqulelo ka room in isiXhosa

room

igumbi

Ubizo-magama /room or ruum/

isibizoPlural rooms

  • 1

    igumbi
    ikamere
    irum ngokungekho sikweni
    We sleep in this room Silala kweli gumbi
    a bathroom igumbi lokuhlambela
    a bedroom igumbi lokulala
    a dining room igumbi lokutyela
    a sitting room or living room igumbi lokuphumla
  • 2

    indawo
    Is there room for me in the car? Ikhona indawo yam emotweni?