Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika sail in isiXhosa

: sail1sail2

sail1

-hamba ngesikhephe

Ubizo-magama /sayl/

isenzisailed, sailing

  • 1

    -hamba ngesikhephe
    -hamba ngenqanawa
    -hamba ngolwandle
    -hamba ngephenyane
    They sailed to Australia in a ship Bahamba ngenqanawa ukuya eOstreliya

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika sail in isiXhosa

: sail1sail2

sail2

iseyile

Ubizo-magama /sayl/

isibizoPlural sails

  • 1

    iseyile
    When wind blows against the sail of a boat, it makes the boat move Xa umoya ubetha eseyileni yephenyane wenza ukuba iphenyane lihambe