Inguqulelo ka sarcastic in isiXhosa

sarcastic

-phoxa(yo)

Ubizo-magama /saa-kass-tik/

isiphawulimore sarcastic, most sarcastic

  • 1

    -phoxa(yo)
    -chwisha(yo)
    It is sarcastic to say "Very clever!" when someone makes a silly mistake Kuyimpoxo ukuthi, "Ngxatsho ke!" xa umntu enze imposiso enobudenge