Inguqulelo ka scatter in isiXhosa

scatter

-sasaza

Ubizo-magama /skat-uh/

isenziscattered, scattering

  • 1

    -sasaza
    -chithachitha
    I scattered maize for the chickens Ndizisasazele umbona iinkuku
  • 2

    -thi saa
    -thi qhusa
    -qhusakala
    The people scattered when the police arrived Abantu bathi saa ukufika kwamapolisa