Inguqulelo ka score in isiXhosa

score

inqaku

Ubizo-magama /skaw/

isibizoPlural scores

  • 1

    inqaku
    isikoro
    The soccer score was four goals to three Isikoro sesoka ibe ngamanqaku amane kwamathathu

Usetyenziso

In informal speech, people say 'Usikorile?' or 'Ugowlile?' for 'Did you score a goal?'

Inguqulelo ka score in isiXhosa

score

-faka inqaku

Ubizo-magama /skaw/

isenzi

  • 1

    -faka inqaku
    Did you score a goal? Uye wafaka inqaku?

Inguqulelo ka score in isiXhosa

score

-faka inqaku

Ubizo-magama /skaw/

isenzi

  • 1

    -faka inqaku
    Did you score a goal? Uye wafaka inqaku?