Inguqulelo ka scratch in isiXhosa

scratch

-onwaya

Ubizo-magama /skratsh/

isenziscratched, scratching

  • 1

    -onwaya
    -krwempa
    -rhawuzelela ngokungekho sikweni
    Dumi is scratching his itchy leg UDumi wonwaya umlenze wakhe orhawuzelelayo
  • 2

    -krwempa
    -phala
    Don't let your cat scratch me! Sukuvumela ikati yakho indikrwempe!
  • 3

    -krwela
    -khuhla
    Who scratched the paint off the car? Ngubami okrwele ipeyinti emotweni?