Inguqulelo ka sea level in isiXhosa

sea level

umgangatho wolwandle

Ubizo-magama /see lev-uhl/

isibizo

inzululwazi ngezelizwe

  • 1

    umgangatho wolwandle
    umphakamo wolwandle
    The map shows that the mountain is 1 567 metres above sea level Imephu ibonisa ukuba intaba iziimitha ezili-1 567 ngentla komphakamo wolwandle
    • the average level of the sea's surface
    • umgangatho ophakathi womphakamo wolwandle