Inguqulelo ka semicolon in isiXhosa

semicolon

ichaphaza-msila

Ubizo-magama /sem-i-koh-lon/

isibizoPlural semicolons

inzululwazi geelwimi

  • 1

    ichaphaza-msila
    isemikholoni
    • the punctuation mark ";" used to indicate a pause longer than a comma and shorter than a full stop
    • uphawu ";" olusetyenziselwa ukubonisa unqumamo olude kolo lwesiphumlisi (ikoma) nolufutshane kolo lwesingxi