Inguqulelo ka settle in isiXhosa

settle

-ma

Ubizo-magama /set-l/

isenzisettled, settling

  • 1

    -ma
    -hlala
    Jade's family settled in Queenstown Ifemeli kaJade ime eKomani
  • 2

    -gqiba
    -vana
    Let's settle who should go first Masigqibe ukuba ngubani na ofanele kuhamba kuqala
  • 3

    -hla
    -lala
    The dust is settling Uthuli luyehla