Inguqulelo ka shuffle in isiXhosa

shuffle

-shixiza

Ubizo-magama /shuf-uhl/

isenzishuffled, shuffling

  • 1

    -shixiza
    The old man shuffled about in his slippers Ixhego lajikeleza lishixiza ngeziliphasi zalo
  • 2

    -tshofula
    Have you shuffled the cards? Uwatshofule amakhasi?