Inguqulelo ka slang in isiXhosa

slang

isilengi

Ubizo-magama /slang/

isibizo

inzululwazi geelwimi

  • 1

    isilengi
    isidolophu
    isicamto ngokungekho sikweni
    "Skollie" is slang for "gangster" "Isikoli" sisilengi segama"isihange"
    • words or phrases that are used very informally
    • amagama okanye amabinzana asetyenziswa ngokungekho sikweni