Inguqulelo ka smooth in isiXhosa

smooth

-gudile(yo)

Ubizo-magama /smooth/

isiphawulismoother, smoothest

  • 1

    -gudile(yo)
    A glass window feels smooth Iglasi yefestile ivakala igudile
  • 2

    (liquids)
    -ngenazigaqa
    The sauce should be smooth, not lumpy Isosi kufuneka ingabi nezigaqa, naziqa
  • 3

    (movement)
    -ngenamagingxigingxi
    We had a smooth ride in the car Sibe nohambo olungenamagingxigingxi