Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika space in isiXhosa

: space1space2

space1

isithuba

Ubizo-magama /spayss/

isibizoPlural spaces

  • 1

    isithuba
    indawo
    Please write your name in this space Nceda ubhale igama lakho kwesi sithuba
    There's plenty of space above the cupboard Kukho indawo enkulu phezu kwekhabhathi

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika space in isiXhosa

: space1space2

space2

amajukujuku

(outer space)

Ubizo-magama /spayss/

isibizoPlural spaces

inzululwazi ngezelizwe inzululwazi ngeenkwenkwezi

  • 1

    amajukujuku
    • the area that surrounds the Earth's atmosphere and that surrounds the sun, planets and stars
    • indawo erhangqe umoya ojikeleze iHlabathi, ekwarhangqe ilanga, iiplanethi kunye neenkwenkwezi