Inguqulelo ka speak in isiXhosa

speak

-thetha

Ubizo-magama /speek/

isenzispoke, speaking, spoken

  • 1

    -thetha
    Please can I speak to Thuli? Ndicela ukuthetha noThuli
    He often speaks about Joe Udla ngokuthetha ngoJoe
  • 2

    -thetha
    Can you speak isiZulu? Uyakwazi ukuthetha isiZulu?