Inguqulelo ka spine in isiXhosa

spine

umqolo

Ubizo-magama /spine/

isibizoPlural spines

  • 1

    umqolo
    The human spine includes over 30 bones Umqolo womntu unamathambo angaphezu kwama-30
    → Synonym of backbone
  • 2

    usiba
    iliva
    Porcupines use their sharp spines to protect themselves Iincanda zisebenzisa iintsiba zazo ezibukhali ukuzikhuseleni