Inguqulelo ka spray in isiXhosa

spray

umtshizo

Ubizo-magama /spray/

isibizoPlural sprays

  • 1

    umtshizo
    The waves crash and send sprays of water into the air Amaza angqubana athumela umtshizo wamanzi emoyeni
  • 2

    isipreyi ngokungekho sikweni
    a deodorant spray umfefezo wesibulala-vumba

isenzi

  • 1

    -fefeza
    Spray water onto the plants Fefeza amanzi ezityalweni