Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika standard in isiXhosa

: standard1standard2

standard1

umgangatho

Ubizo-magama /stand-uhd/

isibizoPlural standards

  • 1

    umgangatho
    izinga ngokungekho sikweni
    She does everything well; she has high standards Uyenza kakuhle yonke into, unemigangatho ephezulu
    low standards imigangatho ephantsi

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika standard in isiXhosa

: standard1standard2

standard2

-siqhelo

Ubizo-magama /stand-uhd/

isiphawuli

  • 1

    -siqhelo
    -qhelekile(yo)
    umlinganiselo
    He's got long legs, and standard trousers don't fit Imilenze yakhe mide kwaye ayimlingani ibhulukhwe yesiqhelo