Inguqulelo ka stationery in isiXhosa

stationery

izixhobo zokubhala nokubhalela

Ubizo-magama /stay-shuhn-ree/

isibizo

  • 1

    izixhobo zokubhala nokubhalela
    isteyishinari ngokungekho sikweni
    I need stationery: pens, a notebook, envelopes, etc. Ndifuna izixhobo zokubhala nokubhalela ezizezi: iintsiba, incwadi yokubhalela, iimvulophu, njl

Usetyenziso

Don't confuse 'stationery' with 'stationary'.