Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika stick in isiXhosa

: stick1stick2

stick1

-ncamathelisa

Ubizo-magama /stik/

isenzistuck, sticking

  • 1

    -ncamathelisa
    Use glue to stick the picture on the page Sebenzisa iglu uncamathelise ngayo umfanekiso ephepheni
  • 2

    -hlaba
    -ncuntsa
    If you stick a pin into a balloon, it will pop Ukuba uhlaba ibhaloni ngonotaka iza kugqabhuka
  • 3

    -xinga
    The car is stuck in the mud Le moto ixinge eludakeni

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika stick in isiXhosa

: stick1stick2

stick2

intonga

Ubizo-magama /stik/

isibizoPlural sticks

  • 1

    intonga
    induku
    ukhuni
    The boys fought with sticks Amakhwenkwe alwa ngeentonga
    Use a stick to support the tomato plant Sebenzisa ukhuni uxhase ngalo umthi wetumato