Inguqulelo ka stokvel in isiXhosa

stokvel

umgalelo

Ubizo-magama /stok-fel/

isibizoPlural stokvels

ufundo ngezoqoqosho

  • 1

    umgalelo
    istokhfela ngokungekho sikweni
    • an informal savings club for pooling money, and for mutual support and investment, often organised through parties held at members' homes
    • umbutho wokonga imali ongekho sikweni, nowokuxhasana nokuzalisa ngemali, odla ngokulungiselelwa ngeziyunguma ezibanjelwa emizini yamalungu