Inguqulelo ka stretch in isiXhosa

stretch

-nweba

Ubizo-magama /stretsh/

isenzistretched, stretching

  • 1

    -nweba
    Don't pull my jersey; you'll stretch it Musa ukutsala ijezi yam; uza kuyinweba
  • 2

    -ngcotsha
    I stretched up to reach an apple on the tree Ndiye ndangcotsha ukuze ndifike eapileni elisemthini