Inguqulelo ka struggle in isiXhosa

struggle

-xhathalaza

Ubizo-magama /strug-uhl/

isenzistruggled, struggling

  • 1

    -xhathalaza
    I struggled to escape from the man's grip Ndixhathalaze ndade ndaphuncuka kwisandla sale ndoda
  • 2

    -zabalaza
    -sokola
    I'm struggling with my work Ndisokoliswa ngumsebenzi wam

Inguqulelo ka struggle in isiXhosa

struggle

umzabalazo

Ubizo-magama /strug-uhl/

isibizo

  • 1

    umzabalazo
    Many people took part in the struggle against apartheid Abantu abaninzi bathabatha inxaxheba kumzabalazo wenkululeko

Inguqulelo ka struggle in isiXhosa

struggle

umzabalazo

Ubizo-magama /strug-uhl/

isibizo

  • 1

    umzabalazo
    Many people took part in the struggle against apartheid Abantu abaninzi bathabatha inxaxheba kumzabalazo wenkululeko