Inguqulelo ka such in isiXhosa

such

kakhulu

Ubizo-magama /sutsh/

iceba

  • 1

    kakhulu
    kangako
    kangangokuba
    It's such a good film that I watched it three times Yifilim emnandi kakhulu kangangokuba ndayibukela izihlandlo ezithathu
    You gave me such a fright! Undothuse kakhulu
  • 2

    -njalo
    -njenga-
    There is no such thing as a ghost Akukho nto injengesiporho