Inguqulelo ka talent in isiXhosa

talent

isiphiwo

Ubizo-magama /tal-uhnt/

isibizoPlural talents

  • 1

    isiphiwo
    italente
    Sam has many talents: he can dance, sing, and he's good at maths! USam uneziphiwo ezininzi: uyakwazi ukudanisa, ukucula yaye uyincutshe kwimathematika!