Inguqulelo ka tax in isiXhosa

tax

irhafu

Ubizo-magama /takss/

isibizoPlural taxes

ufundo ngezoqoqosho

  • 1

    irhafu
    • money that people pay to the government in order for the government to function properly
    • imali ehlawulwa ngabantu kurhulumente ukuze urhulumente asebenze ngendlela

Inguqulelo ka tax in isiXhosa

tax

-rhafisa

Ubizo-magama /takss/

isenzi

  • 1

    -rhafisa
    The government taxes wage-earners Urhulumente urhafisa abemivuzo

Inguqulelo ka tax in isiXhosa

tax

-rhafisa

Ubizo-magama /takss/

isenzi

  • 1

    -rhafisa
    The government taxes wage-earners Urhulumente urhafisa abemivuzo