Inguqulelo ka tertiary in isiXhosa

tertiary

-phakamileyo

Ubizo-magama /tur-shuh-ree/

isiphawuli

  • 1

    -phakamileyo
    For tertiary education you will need to go to a college or a university Imfundo ephakamileyo kufuneka uyiyele ekholejini okanye eyunivesithi
    • at the third stage (of education)
    • kumgangatho wesithathu (wemfundo)
  • 2

    ufundo ngezoqoqosho
    -esithathu
    Tertiary industry provides services to consumers and other businesses Amashishini omgangatho wesithathu anika iinkonzo kubathengi nakwamanye amashishini
    → Compare primary secondary
    • at the third stage (of production)
    • kumgangatho wesithathu (wemveliso)