Inguqulelo ka themselves in isiXhosa

themselves

-zi-

Ubizo-magama /them-selvz/

isimelabizo

  • 1

    -zi-
    The boys injured themselves Amakhwenkwe azilimazile
  • 2

    ngokwa-+possessive stem
    John and Jack told me themselves UJohn noJack bandixelele ngokwabo

Usetyenziso

'Themselves' is often expressed in isiXhosa by adding the reflexive '-zi-' to a verb, as in the example above.