Inguqulelo ka timetable in isiXhosa

timetable

isicwangciso samaxesha

Ubizo-magama /time-tay-buhl/

isibizoPlural timetables

  • 1

    isicwangciso samaxesha
    ithayimtheyibhile ngokungekho sikweni
    The timetable shows that we have Maths after break Isicwangciso samaxesha sibonisa ukuba sineMathematika emva kwekhefu