Inguqulelo ka too in isiXhosa

too

na-

Ubizo-magama /too/

isihlomelo

  • 1

    na-
    Can I come too? Ndingeza nam?
    Tom will go too UTom naye uza kuhamba
  • 2

    kwaye
    na-
    I want apples, and I want oranges too Ndifuna ama-apile kwaye ndiyazifuna neeorenji
    → Synonym of also
  • 3

    kakhulu
    These shoes are too big Ezi zihlangu zikhulu kakhulu

Usetyenziso

Don't confuse 'too' and 'very'. In English, it is not correct to say 'I like my friend too much' when you mean 'I like my friend very much'.