Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika trace in isiXhosa

: trace1trace2

trace1

-landa umkhondo

Ubizo-magama /trayss/

isenzitraced, tracing

  • 1

    -landa umkhondo
    -fumana umkhondo
    Police have traced the stolen car: it's in Mowbray Amapolisa awufumene umkhondo wemoto ebiweyo: iseMowbray
  • 2

    -khuphela
    -treyisa ngokungekho sikweni
    Trace the map of South Africa. Use tracing-paper Khuphela imephu yoMzantsi Afrika. Sebenzisa iphepha lokutreyisa

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika trace in isiXhosa

: trace1trace2

trace2

umkhondo

Ubizo-magama /trayss/

isibizoPlural traces

  • 1

    umkhondo
    umzila
    There is still no trace of the missing child Akukabikho mkhondo womntwana olahlekileyo
  • 2

    intwanana
    isuntswana
    There are traces of clay under his nails Kukho intwanana yomdongwe phantsi kweenzipho zakhe