Inguqulelo ka underneath in isiXhosa

underneath

ngaphantsi

Ubizo-magama /un-duh-neeth/

isihlomelo & preposition

  • 1

    ngaphantsi
    phantsi kwa-
    The cat sat underneath the table Ikati ihleli phantsi kwetafile
    Jan wore a t-shirt underneath his jacket UJan wanxiba isikipa phantsi kwebhatyi