Inguqulelo ka unnatural in isiXhosa

unnatural

-ngaqhelekanga

Ubizo-magama /un-natsh-ruhl/

isiphawuli

  • 1

    -ngaqhelekanga
    -ngeyondalo
    -ngekokwandalo
    It's unnatural to sleep for only three hours every night Akuqhelekanga ukulala iiyure ezintathu kuphela qho ebusuku