Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika value in isiXhosa

: value1value2

value1

ixabiso

Ubizo-magama /val-yoo/

isibizoPlural values

  • 1

    ixabiso
    The value of the goods is R50 000 Ixabiso lempahla ngama-R50 000
  • 2

    ulutho
    His help was of great value to us Uncedo lwakhe lwaba lulutho kakhulu kuthi
  • 3

    izibalo
    ixabiso
    In the number 163, the value of the digit 6 is 60 Kwinani i-163, ixabiso lomvo isi-6 ngama-60

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika value in isiXhosa

: value1value2

value2

-xabisa

Ubizo-magama /val-yoo/

isenzivalued, valuing

  • 1

    -xabisa
    I value your friendship Ndibuxabisile ubuhlobo bakho
  • 2

    -xabisa
    The house is valued at R1,5 million Indlu ixabisa i-R1,5 seemiliyoni