Inguqulelo ka variety in isiXhosa

variety

iintlobo ngeentlobo

Ubizo-magama /vuh-ry-uh-tee/

isibizoPlural varieties

  • 1

    iintlobo ngeentlobo
    iintlobontlobo
    There's a variety of birds here: doves, ducks, geese, owls, etc. Kukho iintlobontlobo zeentaka apha: amahobe, amadada, amarhanisi, izikhova njl
  • 2

    iintlobo ngeentlobo
    There's a lot of variety in my job Kukho iintlobo ngeentlobo ezininzi zezinto ezenziwayo emsebenzini wam