Kukho i 4 iinguqulelo eziyintloko zika well in isiXhosa

: well1well2well3well4

well1

kakuhle

Ubizo-magama /wel/

isihlomelobetter, best

  • 1

    kakuhle
    Jo plays the guitar well, but Mike plays it even better UJo udlala ikatala kakuhle, kodwa uMike uyidlala ngcono kunaye
  • 2

    kakhulu
    kanobom
    Shake the bottle well Hlukuhla ibhotile kakhulu

Kukho i 4 iinguqulelo eziyintloko zika well in isiXhosa

: well1well2well3well4

well2

ke

Ubizo-magama /wel/

isikhuzo

  • 1

    ke
    Are you prepared to travel with a drunk driver? Well, I'm not! Uzimisele ukuhamba nomqhubi onxilileyo? Ke! Mna andizimiselanga

Kukho i 4 iinguqulelo eziyintloko zika well in isiXhosa

: well1well2well3well4

well3

-philile(yo)

Ubizo-magama /wel/

isiphawulibetter

  • 1

    -philile(yo)
    -phile qete
    -sempilweni
    I'm very well, thank you Ndiphilile, enkosi

Kukho i 4 iinguqulelo eziyintloko zika well in isiXhosa

: well1well2well3well4

well4

iqula

Ubizo-magama /wel/

isibizoPlural wells

  • 1

    iqula
    umthombo
    We got our water from a deep well Sasiwafumana equleni amanzi
    an oil well in Iraq umthombo weoli eIraq