Inguqulelo ka whenever in isiXhosa

whenever

nanini na

Ubizo-magama /wen-ev-er/

isihlanganisi

  • 1

    nanini na
    Visit us whenever you like Sindwendwele nanini na xa ufuna
  • 2

    lonke ixesha
    maxa onke
    qho
    Whenever I phone his office, he's out Lonke ixesha ndifowunela iofisi yakhe, akakho