Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika wind in isiXhosa

: wind1wind2

wind1

umoya

Ubizo-magama /wind/

isibizoPlural winds

  • 1

    umoya
    The wind is blowing the leaves about Umoya usasaza amagqabi
    a strong wind umoya ovuthuzayo
    a gentle wind umoya ophephezelayo

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika wind in isiXhosa

: wind1wind2

wind2

-thandela

isenziwound, winding

  • 1

    -thandela
    -jikelezisa
    -jija
    Please wind the rope around the pole Nceda uthandele intambo epalini
  • 2

    -jikajika
    -phinyela
    The river winds between hills Umlambo ujikajika phakathi kweenduli