Inguqulelo ka zip in isiXhosa

zip

iziphu

Ubizo-magama /zip/

isibizoPlural zips

  • 1

    iziphu
    uziphu ngokungekho sikweni
    I closed the zip of my jacket Ndavala iziphu yebhatyi yam

isenzi

  • 1

    -vala iziphu
    -vula iziphu
    I zipped the bag to close it Ndavala iziphu ukuvala ingxowa