Inguqulelo ka -amkelwa ingesiNgesi:

-amkelwa

be received

isenzi + isenziwa

  • 1

    be received
    NgoMeyi wonyaka we-1835, amaBritani amkelwa ngamaMfengu In May 1835, the British were received by the Mfengu
  • 2

    be accepted
    Iza kwamkelwa impendulo yalo mbuzo The answer to this question will be accepted
  • 3

    be welcomed
    Loo madoda amkelwa ngutatomncinci wethu Those men were welcomed by our uncle